Iya kowamanqamu weNedbank Cup i-TS Galaxy

Isambane News default-300x203 Iya kowamanqamu  weNedbank Cup i-TS Galaxy  Isambane

Iqembu elidlala kwi-NFD iTS Gallery lishaye i-Golden Arrows edlala kwi-PSL ngamagoli amathathu kwelilodwa

I-TS Galaxy izibeke kwelamanqamu yendebe yeNedbank.

I-TS Galaxy ifake amagoli amabili ngesikhathi esengeziwe (Extra Time) kumdlalo obubanjelwe
eSugar Ray Xulu Stadium eClemont, eThekwini.

I-TS Galaxy isilinde iqembu elizonqoba namhlanje phakathi kwe Chippa United kanye neKaizer Chiefs namhlanje kusihlwa.

Isambane News default Iya kowamanqamu  weNedbank Cup i-TS Galaxy  Isambane

Related posts

Leave a Comment